Inguqulelo ka sexism in isiXhosa

sexism

Ubizo-magama /sekss-iz-uhm/

isibizo

  • 1

    ukuthathela phantsi abesini esithile (ngakumbi abesifazana)
    Sexism in the workplace made it difficult for women to get good jobs Ukuthathelwa phantsi kwabesini esithile emisebenzini kwenza kwanzima ukuba abafazi bafumane imisebenzi ebhadlileyo