Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika shape in isiXhosa

: shape1shape2

shape1

imilo

Ubizo-magama /shayp/

isibizoPlural shapes

  • 1

    imilo
    ukumila
    ukuma
    Squares and circles are shapes Izikwere nezangqa ziimilo
  • 2

    imo
    Ben's in good shape; he's healthy and fit UBen ukwimo entle; usempilweni yaye uphile qete

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika shape in isiXhosa

: shape1shape2

shape2

-bumba

Ubizo-magama /shayp/

isenzishaped, shaping

  • 1

    -bumba
    -misa okwa-
    Shape the clay into a ball Bumba udongwe lube yibhola