Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika share in isiXhosa

: share1share2

share1

isahlulo

Ubizo-magama /shair/

isibizoPlural shares

  • 1

    ufundo ngezoqoqosho
    isahlulo
    isabelo
    The value of the shares has declined Ixabiso lezabelo lihlile
    • each of the equal parts making up a company's capital
    • into nganye kwezo zilinganayo ziyinxalenye yobutyebi benkampani
  • 2

    isabelo
    Here's your share of the cake Nasi isabelo sakho sekeyiki

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika share in isiXhosa

: share1share2

share2

-abelana

Ubizo-magama /shair/

isenzishared, sharing

  • 1

    -abelana
    -ahlulelana
    I share a bedroom with my sisters Ndabelana ngegumbi lokulala nodade wethu
    Please share your ideas with your group Nceda, yabelana ngezimvo zakho neqela lakho

Usetyenziso

The verb '-abelana' is usually followed by 'nga-' but sometimes by 'na-'.