Inguqulelo ka shock in isiXhosa

shock

umothuko

Ubizo-magama /shok/

isibizoPlural shocks

  • 1

    umothuko
    isithonga
    Her sudden death was a shock to the family Ukusweleka kwakhe ngesiquphe kwaba sisithonga efemelini yakhe
  • 2

    ukukhatywa ngumbane
    ukubhajiswa ngumbane
    a violent electric shock ukubhajiswa ngumbane okunengozi

Inguqulelo ka shock in isiXhosa

shock

-othusa

Ubizo-magama /shok/

isenzi

  • 1

    -othusa
    Your short skirt will shock your mother Isiketi sakho esifutshane siza kumothusa umama wakho

Inguqulelo ka shock in isiXhosa

shock

-othusa

Ubizo-magama /shok/

isenzi

  • 1

    -othusa
    Your short skirt will shock your mother Isiketi sakho esifutshane siza kumothusa umama wakho