Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika show in isiXhosa

: show1show2

show1

-bonisa

isenzishowed, showing, shown

  • 1

    -bonisa
    Please show me how this phone works Nceda undibonise ukuba isebenza njani le fowuni
  • 2

    -bonakala
    She's angry, but her anger doesn't show Unomsindo kodwa umsindo wakhe awubonakali

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika show in isiXhosa

: show1show2

show2

umboniso

isibizoPlural shows

  • 1

    umboniso
    a show with music and dancing umboniso womculo nomxhentso
  • 2

    umboniso
    The school is having an art show Isikolo sinomboniso womsebenzi wobugcisa