Inguqulelo ka sick in isiXhosa

sick

-gula(yo)

Ubizo-magama /sik/

isiphawulisicker, sickest

  • 1

    -gula(yo)
    -philanga
    Lebo is sick and won't go to school ULebo uyagula akazi kuya esikolweni
    → Synonym of ill
    a sick child umntwana ogulayo
  • 2

    -nesicaphucaphu
    -nari ngokungekho sikweni
    If you eat too much you'll feel sick Ukuba utya kakhulu uza kuba nesicaphucaphu