Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika sign in isiXhosa

: sign1sign2

sign1

uphawu

Ubizo-magama /sine/

isibizoPlural signs

  • 1

    uphawu
    isalathiso
    umqondiso
    That sign means "No smoking" Olwaa phawu luthetha ukuba, "Akutshaywa"
    Follow the signs to the airport Landela izalathiso eziya kwisikhululo senqwelomoya

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika sign in isiXhosa

: sign1sign2

sign2

-tyikitya

Ubizo-magama /sine/

isenzisigned, signing

  • 1

    -tyikitya
    -sayina
    Sign your name on these forms Sayina igama lakho kwezi fom