Inguqulelo ka simply in isiXhosa

simply

lula

Ubizo-magama /simp-lee/

isihlomelomore simply, most simply

  • 1

    lula
    ngokulula
    ngokucacileyo
    nje
    Please explain the maths simply Nceda, cacisa izibalo ngokulula
  • 2

    nje
    qha
    To make the sauce, simply add water Ukwenza isosi galela nje amanzi
  • 3ngokungekho sikweni

    (to emphasise something)
    nje
    qha
    You are simply wonderful! Uyamangalisa nje!