Inguqulelo ka singular in isiXhosa

singular

isinye

Ubizo-magama /sing-gyuu-luh/

isiphawuli

inzululwazi geelwimi

  • 1

    isinye
    The singular is "man"; the plural is "men" Isinye ngu"indoda"; isininzi ngu"amadoda"
    → Compare plural
    • the form of a noun or a verb used when it stands for only one person or thing
    • uhlobo lwesibizo olusetyenziselwa ukumela umntu okanye into enye kuphela