Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika sink in isiXhosa

: sink1sink2

sink1

-tshona

Ubizo-magama /singk/

isenzisank, sinking, sunk

  • 1

    -tshona
    The ship sank to the bottom of the sea Inqanawa yatshona enzonzobileni yolwandle
  • 2

    -tshona
    The sun will soon sink behind the mountains Ilanga liza kukhawuleza litshone ngaphaya kweentaba

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika sink in isiXhosa

: sink1sink2

sink2

isinki

Ubizo-magama /singk/

isibizoPlural sinks

  • 1

    isinki
    isihlambelo
    I washed the dishes in the sink Ndizihlambele esinkini izitya

Usetyenziso

'Sinks' are in kitchens. In a bathroom you have a 'basin'.