Inguqulelo ka skill in isiXhosa

skill

isakhono

Ubizo-magama /skil/

isibizoPlural skills

  • 1

    isakhono
    ubugcisa
    ubuchule
    Does she have the skill to mend a clock? Unobuchule bokulungisa iwotshi?

Usetyenziso

Notice the spelling of 'skilful'.