Inguqulelo ka slice in isiXhosa

slice

isilayi

isibizoPlural slices

  • 1

    isilayi
    He took a thick slice of bread Uthathe isilayi esikhulu sesonka

isenzi

  • 1

    -nqunqa
    She sliced the meat with a knife Wanqunqa inyama ngemela wayenza izilayi