Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika slope in isiXhosa

: slope1slope2

slope1

ithambeka

isibizoPlural slopes

  • 1

    ithambeka
    igeduka
    ixethuka
    We walked up a steep slope Sanyuka ithambeka eliliqhina

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika slope in isiXhosa

: slope1slope2

slope2

-thambeka

isenzisloped, sloping

  • 1

    -thambeka
    The roof slopes so that rain runs off it Uphahla luyathambeka ukuze imvula iqengqeleke