Inguqulelo ka so in isiXhosa

so

kakhulu

isihlomelo & isihlanganisi

  • 1ngokungekho sikweni

    kakhulu
    I'm so tired! Ndidinwe kakhulu!
  • 2

    yiyo loo nto
    ngoko ke
    It was cold so we lit a fire Bekubanda yiyo loo nto sibase umlilo
    → Synonym of therefore
  • 3

    (used instead of repeating information)
    njalo
    "Will he come?" "I think so." "Uza kuza?" "Ndicinga njalo."
  • 4

    ngokunjalo
    njenga-
    -na-
    Vuyo is a farmer, and so is Mandla UVuyo ngumlimi, noMandla ngokunjalo
  • 5

    ukuze
    khona ukuze
    Water the plants so they don't die Zinkcenkceshele izityalo ukuze zingafi