Inguqulelo ka soft in isiXhosa

soft

-thambile(yo)

Ubizo-magama /soft/

isiphawulisofter, softest

  • 1

    -thambile(yo)
    This butter is soft Le bhotolo ithambile
  • 2

    -thambile(yo)
    She has soft hands Unezandla ezithambileyo
  • 3

    (sounds)
    -pholile(yo)
    -zolile(yo)
    -cwengile(yo)
    He listened to soft music Wayemamele umculo opholileyo
  • 4

    (light and colours)
    -ngaqaqambiyo
    the soft light of candles ukukhanya kwamakhandlela okungaqaqambiyo