Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika solid in isiXhosa

: solid1solid2

solid1

-qinile(yo)

Ubizo-magama /sol-id/

isiphawuli

  • 1

    -qinile(yo)
    -luqilima
    solid butter ibhotolo eqinile
    a solid piece of rock ilityana eliluqilima

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika solid in isiXhosa

: solid1solid2

solid2

isiqina

Ubizo-magama /sol-id/

isibizoPlural solids

izibalo ikhemistri

  • 1

    isiqina
    A cube is a solid Ityhubhu sisiqina
    • an object that has length, width and height
    • into enobude, ububanzi kunye nomphakamo