Inguqulelo ka solution in isiXhosa

solution

isisombululo

Ubizo-magama /suh-loo-shuhn/

isibizoPlural solutions

  • 1

    isisombululo
    impendulo
    What is the solution to this problem? Yintoni isisombululo sale ngxaki?
  • 2

    ikhemistri
    isinyibiliko
    Make a solution by dissolving salt in water Yenza isinyibiliko ngokunyibilikisa ityuwa emanzini
    • a liquid in which another substance is dissolved
    • ulwelo okanye into engamanzi ekunyibilika kuyo enye into