Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika sort in isiXhosa

: sort1sort2

sort1

uhlobo

Ubizo-magama /sawt/

isibizoPlural sorts

  • 1

    uhlobo
    udidi
    What sort of music do you like? Uthanda uhlobo luni lomculo?
    We have all sorts of problems! Sineentlobo zonke zeengxaki!

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika sort in isiXhosa

: sort1sort2

sort2

-hlela

Ubizo-magama /sawt/

isenzisorted, sorting

  • 1

    -hlela
    Sort the apples into two boxes; put the big apples here, and the small ones there Hlela ama-apile kwiibhokisi ezimbini; faka ama-apile amakhulu apha, amancinane phaya