Inguqulelo ka south in isiXhosa

south

umzantsi

isibizo

  • 1

    umzantsi
    amazantsi
    A wind blew from the south Umoya wavuthuza uvela ngezantsi
    Cape Town is in the south of the country IKapa isemazantsi elizwe

isiphawuli

  • 1

    PC+-semzantsi
    Is the sea on the south coast cold? Ulwandle olusenxwemeni olusemzantsi luyabanda?

isihlomelo

  • 1

    ngezantsi
    He walked south Uhlele ngezantsi