Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika spot in isiXhosa

: spot1spot2

spot1

ichaphaza

Ubizo-magama /spot/

isibizoPlural spots

  • 1

    ichaphaza
    My shirt has a pattern of blue spots on it Ihempe yam inomfuziselo wamachaphaza azuba kuyo
    → Synonym of dot
  • 2

    (on skin)
    iqhakuva
    Many teenagers have spots Ulutsha oluninzi lunamaqhakuva
    → Synonym of pimple
  • 3

    indawo
    This is a good spot for a picnic Le yindawo entle yepiknikhi
    → Synonym of place

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika spot in isiXhosa

: spot1spot2

spot2

-bona

Ubizo-magama /spot/

isenzispotted, spotting

ngokungekho sikweni

  • 1

    -bona
    -bhaqa
    Did you spot the spelling mistake? Uyibonile impazamo yopelo?
    I've spotted a bird Ndibone intaka