Inguqulelo ka spreadsheet in isiXhosa

spreadsheet

iphepha ekhompyutheni

Ubizo-magama /spred-sheet/

isibizoPlural spreadsheets

ikhompyutha

  • 1

    iphepha ekhompyutheni
    iphepha leenkcukacha-manani lekhompuyutha
    ispredishiti
    You can use a spreadsheet to draw up a budget Ungasebenzisa isipredishiti sakho ukwenza ibhajeti
    • computer software that allows numerical data, especially financial data, to be shown and worked with in a table
    • uluhlu lweenkqubo zekhompyutha okanye isoftiweri evumela idatha (okanye iinkcukacha) yamanani, ngakumbi eyezimali, ukuba iboniswe okanye kusetyenzwe ngayo ikwitheyibhuli