Inguqulelo ka square in isiXhosa

square

isikwere

Ubizo-magama /skwair/

isibizoPlural squares

izibalo

  • 1

    isikwere
    A square has four sides that are the same length Isikwere sinamacala amane alinganayo
    • a flat closed shape with four equal sides and four right angles
    • imilo emcaba evalekileyo enamacala amane alinganayo kunye nee-engile ezine ezithe nkqo

Inguqulelo ka square in isiXhosa

square

-sisikwere

Ubizo-magama /skwair/

isiphawuli

  • 1

    -sisikwere
    Many tables are square Iitafile ezininzi zizikwere

Inguqulelo ka square in isiXhosa

square

-sisikwere

Ubizo-magama /skwair/

isiphawuli

  • 1

    -sisikwere
    Many tables are square Iitafile ezininzi zizikwere