Inguqulelo ka squeeze in isiXhosa

squeeze

-cinezela

Ubizo-magama /skweez/

isenzisqueezed, squeezing

  • 1

    -cinezela
    -cudisa-
    -khama
    Squeeze a lemon to get the juice out Cudisa ilamuni ukufumana ijusi
    Squeeze the water out of a sponge Khama isiphonji kuphume amanzi
  • 2

    -hlohlana
    Seven people squeezed into the car Abantu abasixhenxe bahlohlana emotweni
  • 3

    -cinezela
    -qinisa
    -bamba nkqi
    He squeezed her hand and kissed her Wasiqinisa isandla sakhe wamphuza