Inguqulelo ka stage in isiXhosa

stage

iqonga

Ubizo-magama /stayj/

isibizoPlural stages

  • 1

    idrama
    iqonga
    The actors performed on the stage in front of an audience Abadlali beqonga badlale eqongeni phambi kwababukeli
  • 2

    inqanaba
    isigaba
    isiteyiji ngokungekho sikweni
    The project has two stages Iprojekthi inezigaba ezimbini