Inguqulelo ka stain in isiXhosa

stain

ibala

Ubizo-magama /stayn/

isibizoPlural stains

  • 1

    ibala
    isiteyini
    There is a grease stain on my shirt Kukho ibala legrisi ehempeni yam

isenzi

  • 1

    -ngcolisa
    Ink stains clothes; I can't wash it out I-inki iyazingcolisa iimpahla; andikwazi ukuyikhupha