Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika stamp in isiXhosa

: stamp1stamp2

stamp1

isitampu

Ubizo-magama /stamp/

isibizoPlural stamps

  • 1

    isitampu
    Please buy stamps at the post office Nceda, thenga izitampu eposini
  • 2

    isigximfizi
    isitampu
    She put a stamp stating the date and "paid" on the invoice Wabeka isigximfizi esibonisa umhla no"ihlawuliwe" kwi-invoyisi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika stamp in isiXhosa

: stamp1stamp2

stamp2

-ngqisha

Ubizo-magama /stamp/

isenzistamped, stamping

  • 1

    -ngqisha
    The dancers stamped their feet hard on the floor Abaxhentsi bangqisha phantsi ngamandla
  • 2

    -beka isitampu
    Stamp the letter and post it Beka isitampu eleteni uyipose
  • 3

    -gximfiza
    The policeman stamped the date on the forms Ipolisa lagximfiza umhla kwiifomu