Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika start in isiXhosa

: start1start2

start1

-qala

Ubizo-magama /staat/

isenzistarted, starting

  • 1

    -qala
    We have started our work Sele siwuqalile umsebenzi wethu
    → Synonym of begin
  • 2

    -qalisa
    -statha ngokungekho sikweni
    Dan tried to start the car UDan uzame ukustatha imoto

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika start in isiXhosa

: start1start2

start2

isiqalo

Ubizo-magama /staat/

isibizoPlural starts

  • 1

    (of an activity)
    isiqalo
    The start of the race is here Isiqalo salo mdyarho silapha
  • 2

    (of a journey)
    ukuqala
    At the start of our journey, we had a puncture Ekuqaleni kohambo lwethu sagqajukelwe livili