Inguqulelo ka starving in isiXhosa

starving

-lamba(yo)

Ubizo-magama /staav-ing/

isiphawuli

  • 1

    -lamba(yo)
    The project helps starving people in drought-stricken areas Le projekthi inceda abantu abalambayo kwiindawo ezithwaxwa yimbalela
  • 2ngokungekho sikweni

    -lambile
    We're starving! When's lunch? Silambile! Sinini isidlo sasemini?