Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika state in isiXhosa

: state1state2

state1

imo

Ubizo-magama /stayt/

isibizoPlural states

  • 1

    imo
    imeko
    Did he see the untidy state of the room? Ngaba uyibonile imo embi elikuyo eli gumbi?
  • 2

    urhulumente
    The state provides children with free medical care Urhulumente unceda abantwana ngezonyango lwamahala
    → Synonym of government
  • 3

    ilizwana
    ilizwe
    The USA has 50 states, for example Texas and Florida IMelika inamazwana angama-50 anjengeTexas neFlorida

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika state in isiXhosa

: state1state2

state2

-chaza

Ubizo-magama /stayt/

isenzistated, stating

  • 1

    -chaza
    -cacisa
    Please state your name and date of birth Nceda chaza amagama akho nomhla wokuzalwa kwakho