Inguqulelo ka stay in isiXhosa

stay

-hlala

Ubizo-magama /stay/

isenzistayed, staying

  • 1

    -hlala
    -zinza
    Stay at school until three o'clock Hlalani esikolweni de kubethe intsimbi yesi-3
  • 2

    -hlala
    We stayed with my uncle for a week Sahlala iveki kwamalume

Usetyenziso

When you spend time in a place that is not your home, you 'stay' there. When a place is your home, you 'live' there. In English we say: 'We are staying with friends in Mthatha for two weeks, but we live in Worcester.'