Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika step in isiXhosa

: step1step2

step1

inyathelo

Ubizo-magama /step/

isibizoPlural steps

  • 1

    inyathelo
    Veli walked with slow steps UVeli uhambe ngamanyathelo acothayo
  • 2

    inqwanqwa
    isitepsi ngokungekho sikweni
    Walk up the steps to the house Nyuka amanqwanqwa ukuya endlwini
    → Synonym of stair

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika step in isiXhosa

: step1step2

step2

-hamba

Ubizo-magama /step/

isenzistepped, stepping

  • 1

    -hamba
    -hambela
    -nyathela
    -thatha unyawo
    I stepped forward Ndahambela phambili