Inguqulelo ka stereotype in isiXhosa

stereotype

ingcinga esoloko isetyenziswa njalo

Ubizo-magama /steer-i-oh-tipe/

isibizoPlural stereotypes

uncwadi Inzululwazi ngoluntu

  • 1

    ingcinga esoloko isetyenziswa njalo
    The stereotype people have of a doctor is one of a man in a white jacket Ingcinga esoloko isetyenziswa njalo malunga nomntu ongugqirha yeyokuba yindoda enxibe idyasi emhlophe
    • a preconceived or fixed idea about a group of people or the way people behave
    • iingcinga ezizinzileyo malunga neqela labantu okanye indlela abaziphethe ngayo

isenzi

  • 1

    -bonakalisa inkolelwana egwenxa