Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika still in isiXhosa

: still1still2

still1

bhuxe

Ubizo-magama /stil/

isihlomelostiller, stillest

  • 1

    bhuxe
    nkqi
    Please stand still! Nceda yima bhuxe
  • 2

    -sa-
    -se-
    The child is still asleep Umntwana usalele
    He is still a boy Useyinkwenkwe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika still in isiXhosa

: still1still2

still2

zolile(yo)

Ubizo-magama /stil/

isiphawuli

  • 1

    (without movement)
    zolile(yo)
    -the nkcwe
    The water in the lake is still Amanzi esiziba azolile
  • 2

    (quiet)
    cwaka
    It's a still night Bubusuku obuthe cwaka