Inguqulelo ka stock in isiXhosa

stock

impahla

Ubizo-magama /stok/

isibizoPlural stocks

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    impahla
    isitokhwe ngokungekho sikweni
    • a supply of goods kept ready to be sold or used
    • iimpahla ezilungelwe ukuthengiswa okanye ukusetyenziswa
  • 2

    izabelo
    He owns 88% of the stock in that company Ungumnini wama-88 % yezabelo kulaa nkampani
    • shares in a company's capital
    • izabelo kubutyebi benkampani

isenzi

  • 1

    -gcina
    I am sorry, but we don't stock that brand of shoes Ndiyaxolisa asilugcini olo didi lwezihlangu