Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika straight in isiXhosa

: straight1straight2

straight1

ngqo

Ubizo-magama /strayt/

isihlomelo

  • 1

    ngqo
    nko
    dzu
    mbo ngokungekho sikweni
    Walk straight down the road Yihla nko ngendlela
    Look straight ahead Jonga ngqo phambili
  • 2

    dzu
    He went straight home Wagoduka dzu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika straight in isiXhosa

: straight1straight2

straight2

-the ngqo

Ubizo-magama /strayt/

isiphawulistraighter, straightest

  • 1

    -the ngqo
    -the nkqo
    -the tse
    Draw a straight line Zoba umgca othe tse
    I have straight hair Ndineenwele ezithe nkqo