Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika stress in isiXhosa

: stress1stress2

stress1

indubeko

Ubizo-magama /stress/

isibizoPlural stresses

  • 1

    indubeko
    uxinzelelo
    He is feeling a lot of stress because he has so much work to do Uphantsi koxinzelelo oluninzi kuba enomsebenzi omninzi amele ukuwenza
  • 2

    inzululwazi geelwimi
    ucinezelo
    We say the word "spelling" with the stress on the first part of the word: spell-ing Xa sibiza eli gama "upelo" ucinezelo lukwilungu lokuqala lwesiqu u-pe-lo
    • the emphasis put on the pronunciation of a certain part of a word
    • ugxininiso olusekubizweni kwelungu elithile legama

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika stress in isiXhosa

: stress1stress2

stress2

-gxinisisa

Ubizo-magama /stress/

isenzistressed, stressing

  • 1

    -gxinisisa
    My mother stressed that we had to be home by 10 p.m. Umama wayegxinisisa ukuba sifanele ukuba sibe sekhaya ngeye-10 ngokuhlwa
  • 2

    inzululwazi geelwimi
    -cinezela
    • to put emphasis on a certain part of a word when you pronounce the word
    • ukugxininisa ilungu elithile kwigama xa ubiza igama elo