Inguqulelo ka strong in isiXhosa

strong

-omelelele(yo)

Ubizo-magama /strong/

isiphawulistronger, strongest

  • 1

    -omelelele(yo)
    You're a strong girl; lift the stone now Uyintombi eyomeleleyo; liphakamisa ilitye ngoku
  • 2

    -oqinile(yo)
    The country needs a strong president Ilizwe lifuna umongameli oqinileyo
  • 3

    -namandla
    Strong winds blew the tree over Imimoya enamandla ibhudle kwasiphuka imithi
  • 4

    -qinile(yo)
    Use a stronger rope Sebenzisa intambo eqinileyo kunaleyo
  • 5

    -tsalile(yo)
    -tsale
    He likes strong tea Uthanda iti etsale kakhulu