Inguqulelo ka structure in isiXhosa

structure

ulwakhiwo

Ubizo-magama /struk-tshuh/

isibizoPlural structures

  • 1

    itheknoloji
    ulwakhiwo
    A cattle kraal is a structure that protects animals Ubuhlanti lulwakhiwo ngelokukhusela izilwanyana
    • something that has been made in a specific way to support, hold or protect something else
    • into eyenziwe ngohlobo olulodwa ukuxhasa, ukuphatha nokukhusela enye into
  • 2

    itheknoloji ibhayoloji
    imilo
    ubume
    Study the structure of a flower Funda nzulu ngobume bentyatyambo
    • the way that something is formed
    • indlela eyenziwe ngayo into