Inguqulelo ka stupid in isiXhosa

stupid

-muncu

Ubizo-magama /styoo-pid/

isiphawuli

  • 1

    -muncu
    -sisiphukuphuku
    -sisihiba
    -sisibhanxa
    Oh, this child is stupid! Owu, lo mntwana umuncu!
  • 2

    -sisidenge
    He's not stupid; if you explain clearly, he'll understand Akasosidenge, kuba xa ucacisa kakuhle uya kuqonda