Inguqulelo ka style in isiXhosa

style

indlela

Ubizo-magama /stile/

isibizoPlural styles

  • 1

    indlela
    uhlobo
    isimbo
    I like your clear style of writing Ndiyayithanda indlela ecacileyo obhala ngayo
  • 2

    udidi
    uhlobo
    indlela
    Do you like Anna's hair style? Uyayithanda na indlela ezenziwe ngayo iinwele zika-Anna?