Inguqulelo ka subject in isiXhosa

subject

ingongoma

Ubizo-magama /sub-jikt/

isibizoPlural subjects

  • 1

    ingongoma
    umcimbi
    umba
    The subject of the debate was "Women are better drivers than men." Ingongoma yengxoxo-mpikiswano yayisithi "Abasetyhini baqhuba kakuhle kunamadoda."
    → Synonym of topic
  • 2

    isifundo
    His favourite subjects are Maths and History Ezona zifundo azithandayo yiMathematika nezeMbali
  • 3

    inzululwazi geelwimi
    intloko
    In the sentence "The dog chased the cat", "the dog" is the subject of the sentence Kwisivakalisi esithi "Inja ileqe ikati", "inja" yintloko yesivakalisi
    → Compare object
    • the word in a sentence that names what or who does the action
    • igama elikwisivakalisi elichaza into okanye lowo wenza isenzeko