Inguqulelo ka subtract in isiXhosa

subtract

-thabatha

Ubizo-magama /sub-trakt/

isenzisubtracted, subtracting

izibalo

  • 1

    -thabatha
    If you subtract 10 from 25, you get 15 (25 - 10 = 15) Xa uthabatha i-10 kuma-25 kusala i-15 (25 – 10 = 15)
    → Compare add
    • take away a part, quantity or number from a greater one
    • thabatha inxalenye, okanye inani kwelo likhulu