Inguqulelo ka surgery in isiXhosa

surgery

igumbi likagqirha

Ubizo-magama /sur-juh-ree/

isibizoPlural surgeries

  • 1

    igumbi likagqirha
    isejari
    Make an appointment to see Dr Ndondo in her surgery Yenza idinga ubonane noGqir. uNdondo kwigumbi lakhe
  • 2

    utyando
    The doctor can treat my problem without surgery Ugqirha angayinyanga ingxaki yam ngaphandle kotyando