Inguqulelo ka sustainable in isiXhosa

sustainable

-nozinzo

Ubizo-magama /suh-stayn-uh-buhl/

isiphawuli

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    -nozinzo
    -zinzile(yo)
    -ngenakuphela
    Making electricity from water or wind power is sustainable because we can't use up all the water or wind on Earth Ukwenza umbane ngamanzi okanye umoya kunozinzo kuba asikwazi kuwagqiba amanzi okanye umoya emhlabeni
    • something that we can keep on doing or using
    • into esinokuqhubeka siyenza okanye siyisebenzisa