Inguqulelo ka swap in isiXhosa

swap

-tshintsha

Ubizo-magama /swop/

isenziswapped, swapping

  • 1

    -tshintsha
    -tshintshisa
    I swapped a CD for a cellphone Nditshintshise i-CD ngeselfowuni
    → Synonym of exchange

Usetyenziso

The verbs '-tshintsha' and '-tshintshisa' are usually followed by 'nga-', as in the example here.