Ubizo-magama /swing/
isenziswung, swinging
1
-jingajingaChildren are swinging on the swings in the park — Abantwana bajingajinga koojingi epakini2
-jiwuza-jiwuzisa-jiwulaShe swings her bag — Ujiwuzisa ibhegi
Ubizo-magama /swing/
isibizoPlural swings
1
ujingiuswingi ngokungekho sikweniIn the park, children play on the swings — Epakini abantwana badlala koojingi