Inguqulelo ka take a risk in isiXhosa

take a risk

-zifaka engozini

  • 1

    -zifaka engozini
    -zibeka engozini
    -zibizela ingozi
    You're taking a risk if you travel in that taxi Uzifaka engozini ukuba uhamba ngelaa teksi