Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika talk in isiXhosa

: talk1talk2

talk1

-thetha

Ubizo-magama /tawk/

isenzitalked, talking

  • 1

    -thetha
    I will talk to Joshua Ndiza kuthetha noJoshua
    → Synonym of speak
  • 2

    -ncokola
    We talked about soccer Sincokole ngesoka
    → Synonym of chat

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika talk in isiXhosa

: talk1talk2

talk2

incoko

Ubizo-magama /tawk/

isibizoPlural talks

  • 1

    incoko
    intetho
    intetha ngokungekho sikweni
    My friend and I had a long talk over the phone Mna nomhlobo wam sibe nencoko ende efowunini
  • 2

    intetho
    The professor gave a talk on Congolese music Unjingalwazi wenze intetho ngomculo waseCongo
  • 3

    ingxoxo
    The presidents of France and Spain met for talks about trade Umongameli waseFransi udibene nowaseSpain baneengxoxo malunga norhwebo