Inguqulelo ka target in isiXhosa

target

into ojolise kuyo

Ubizo-magama /taa-guht/

isibizoPlural targets

  • 1

    into ojolise kuyo
    itekeni
    He aimed the gun at the target and shot Ujolise umpu kwitekeni wadubula
  • 2

    injongo
    ujoliso
    Our target is to sell 50 hamburgers every day Injongo yethu kukuthengisa iihambhega ezingama-50 yonke imihla