Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika taste in isiXhosa

: taste1taste2

taste1

imvakalo emlonyeni

Ubizo-magama /tayst/

isibizoPlural tastes

  • 1

    imvakalo emlonyeni
    incasa
    Lemons have a sour taste Iilemoni zinencasa emuncu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika taste in isiXhosa

: taste1taste2

taste2

-ngcamla

Ubizo-magama /tayst/

isenzitasted, tasting

  • 1

    -ngcamla
    Taste the curry and tell me if you like it Ngcamla le khari undixelele ukuba uyayithanda na
  • 2

    -vakala ngathi
    This cake tastes of coffee Le keyiki ivakala ngathi yikofu